Expose, Gossip, find A Partner, Diary

mzansi.fun

12 Dec 2017 under General by Fun
Hide my ID umna sana ndinomntana nalo bhuti uhlala emonti and utshatile and uhlala nomfazi wakhe and ke sana inja iuandisokolisa apha ekwenzeni into zomntana kufuneka azenze when efuna ngexesha lakhe and umfihlile kulomfazi wakhe kodwa lentombazana iyayazi ndadidyola nalomfana wa kwa Jack and now ndidikiwe zinto eziqhushekiweyo mna ngoku cause umntana uyakhula yena and uyamthanda uyise wakhe ndiba ngamxelela yinja lo Tata wakho akafuni nokuva iproblem yam kukho lento kuthiwa kukufa ndisuke ndisweleke and lomfana angamphika umntana wam kulo mfazi wakhe athi akamazi ngoku emazi so ndiphila nalontlungu and nabantu bakulo ndoda abakhe bambize umntana kodwa inja yayitshilo kubo and kuyacaca isibhaxa ndim ndiyabona shame kuba upholile nomdeni wakhe. Ithiwani into enje please khanikhe nindicebise ndixakiwe.
06 Nov 2017 under General by Fun
[View: 9/144] [Comment: 0/0]
Hi admin
ndingu Mama ka Kwanda eMount frere
Ndicela undikhuphele nangu omunye utoki yena xa esitsh [...] Read More
06 Nov 2017 under General by Fun
[View: 2/24] [Comment: 0/0]
I will give you a run down of what she has achieved ever since she entered mainstream politics in Oc [...] Read More
05 Nov 2017 under General by Fun
[View: 0/41] [Comment: 0/0]
Reception/Back-up Spa Therapist, Waterfront

R5 500 - R 6 500 per month depending on experience + [...] Read More
05 Nov 2017 under General by Fun
[View: 0/69] [Comment: 0/0]
The next few months were okay, things were going back to where they belong. He said a lot but not wh [...] Read More
[1] 2 3 [»]
5 Online | Today: 254 visit | Total: 21474 visit
Our Facebook Page